ULUKA 13:30
ULUKA 13:30 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yabonani, bakho abokugqibela abaya kuba ngabokuqala; bakho nabokuqala abaya kuba ngabokugqibela.
Yabelana
Funda ULUKA 13ULUKA 13:30 IBHAYIBHILE (XHO96)
Niyabona ke, bakho abokugqibela abaya kuba ngabokuqala, bekho nabokuqala abaya kuba ngabokugqibela.”
Yabelana
Funda ULUKA 13