UYOSHUWA 8:1
UYOSHUWA 8:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uYehova kuYoshuwa, Musa ukoyika, ungaqhiphuki umbilini. Thabatha bonke abantu bokulwa, usuke, unyuke, uye eAyi. Yabona, ndimnikele esandleni sakho ukumkani waseAyi, nabantu bakhe, nomzi wakhe, nelizwe lakhe
UYOSHUWA 8:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke kaloku wathi *uNdikhoyo kuYoshuwa: “Uze ungoyiki, ungankwantyi. Thatha wonke umkhosi wakho, uhlasele iAyi. Ukumkani waseAyi, kunye nabantu bakhe, nesixeko sakhe, kunye nalo mhlaba wakhe, ndimnikele ezandleni zakho.
UYOSHUWA 8:1 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wathi uYehova kuYoshuwa, Musa ukoyika, musa ukoyika; thabatha onke amadoda okulwa, uyigqibe, unyuke uye eAyi; yabona, ndimnikela esandleni sakho ukumkani waseAyi, nabantu bakhe, nomzi wakhe, nelizwe lakhe
UYOSHUWA 8:1 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
WAZA wati UYEHOVA ku‐Yoshuwa: Ungoyiki, ungatuswa nokutuswa; tabata nawe bonke abantu bokulwa, usuke, uye e‐Hahai; bona ke, ndinikile esandleni sako ukumkani we‐Hahai, nabantu bake, nesixeko sake, nelizwe lake