UYOSHUWA 1:2
UYOSHUWA 1:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
UMoses umkhonzi wam ufile; suka ke ngoko, uyiwele iYordan le, wena naba bantu bonke, niye kwelo zwe ndibanika lona oonyana bakaSirayeli.
Yabelana
Funda UYOSHUWA 1UYOSHUWA 1:2 IBHAYIBHILE (XHO96)
wathi: “UMosis, isicaka sam, ubhubhile. Ke wena namaSirayeli ephela wuweleni umlambo iJordan, niye kwelo lizwe ndininika lona.
Yabelana
Funda UYOSHUWA 1