UYOBHI 5:8-9
UYOBHI 5:8-9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke mna bendiya kusingisa kuThixo, Indawo yam ndiyibhekise kuThixo, Owenza izinto ezinkulu ezingenakugocwagocwa, Imisebenzi ebalulekileyo engenakubalwa
Yabelana
Funda UYOBHI 5UYOBHI 5:8-9 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Kambe ke, ukuba ibindim, bendiya kubhenela kuThixo, ndiyaneke phambi kwakhe imeko yam. Kaloku nguye owenza izigigaba ezingenakugoca-gocwa; imimangaliso yakhe ayiphele ndawo.
Yabelana
Funda UYOBHI 5