UYOBHI 1:8
UYOBHI 1:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uYehova kuSathana, Ùmgqalile na kodwa umkhonzi wam uYobhi: ukuba akukho unjengaye ehlabathini, indoda egqibeleleyo, ethe tye, emoyikayo uThixo, etyekayo ebubini?
Yabelana
Funda UYOBHI 1UYOBHI 1:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
UNdikhoyo wathi kuSathana: “Usiqondile kodwa isicaka sam uYobi? Akakho onjengaye ehlabathini liphela. Yena ngumfo othembekileyo ongenabala, indoda emhlonelayo uThixo, eyicezelayo into embi.”
Yabelana
Funda UYOBHI 1