UYOBHI 1:12
UYOBHI 1:12 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wathi uYehova kuSathana, Yabona, konke anako kusesandleni sakho; musa nje ukubeka isandla sakho phezu kwakhe. Wemka ke uSathana, wemka ebusweni bukaYehova.
Share
Funda UYOBHI 1UYOBHI 1:12 IBHAYIBHILE (XHO96)
UNdikhoyo ke wathi kuSathana: “Kulungile ke, ungayenza into oyenzayo kwinto yonke anayo, kodwa uze ungakhe ulinge umchukumise yena siqu.” USathana ke wemka apho phambi koNdikhoyo.
Share
Funda UYOBHI 1UYOBHI 1:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uYehova kuSathana, Yabona, konke anako kusesandleni sakho; ke kuye ngokwakhe musa ukusa sandla sakho. Waphuma ke uSathana, wemka ebusweni bukaYehova.

Funda UYOBHI 1