UYOHANE 4:23
UYOHANE 4:23 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kodwa kuza ilixa, nangoku selikho, xa abanquli abayinyaniso baya kumnqula uBawo ngoMoya nangenyaniso; kuba uBawo ufuna abanjalo ukumnqula.
Yabelana
Funda UYOHANE 4UYOHANE 4:23 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa kuza ixesha, kwaye selikho, abaya kuthi ngalo abanquli benene bamnqule ngoMoya benyanisile uBawo, kuba uBawo ufuna abantu abamkhonza ngolo hlobo.
Yabelana
Funda UYOHANE 4