UYOHANE 3:16
UYOHANE 3:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba wenjenje uThixo ukulithanda kwakhe ihlabathi, ude wancama uNyana wakhe okuphela kwamzeleyo, ukuze bonke abakholwayo kuye bangatshabalali, koko babe nobomi obungunaphakade.
Yabelana
Funda UYOHANE 3UYOHANE 3:16 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku uThixo ihlabathi ulithande kangangokuba ude wancama uNyana okuphela kwakhe, ukuze wonke umntu ozinikele kuye ngokupheleleyo angatshabalali, koko abe nobona bomi bungenasiphelo.
Yabelana
Funda UYOHANE 3UYOHANE 3:16 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba wenjenje uThixo ukulithanda kwakhe ihlabathi, ude wancama uNyana wakhe okuphela kwamzeleyo, ukuze bonke abakholwayo kuye bangatshabalali, koko babe nobomi obungunaphakade.
Yabelana
Funda UYOHANE 3