UYOHANE 18:39-40
UYOHANE 18:39-40 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke kaloku ninesiko lokuba ndinikhululele abe mnye ngepasika; ninga ke ndinganikhululela uKumkani wamaYuda na? Babuya ngoko bonke bankqangaza, besithi, Mayingabi ngulo, mayibe nguBharabhas. Waye ke uBharabhas lo esisihange.
UYOHANE 18:39-40 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa ngokwesiko lenu ndidla ngokunikhululela umbanjwa abe mnye *ngePasika. Ngaba ke nifuna ndinikhululele ukumkani wamaJuda?” Bamphendula bekhwaza besithi: “Hayi, asimfuni lo mntu; sifuna uBharabha.” UBharabha lo ke wayesisihange.
UYOHANE 18:39-40 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ke kaloku ninesiko lokuba ndinikhululele abe mnye ngepasika; ninga ke ndinganikhululela ukumkani wamaYuda na? Babuya ngoko bonke bankqangaza, besithi, Mayingabi ngulo, mayibe nguBharabhas. Waye ke uBharabhas esisihange.
UYOHANE 18:39-40 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kodwa ninalo isiko, lokuba ndinikululele umbanjwa abe mnye epasikeni: nifuna ngoko ukunga ndinganikululela ukumkani wama‐Juda na? Bandula bonke badanduluka kanjako, besiti: Kungabi nguló, kube nguye u‐Baraba! Kekaloku u‐Baraba ebelibada.