UYOHANE 16:33
UYOHANE 16:33 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ezi zinto ndizithethile kuni, ukuze nibe noxolo kum. Ehlabathini niya kuba nembandezelo; yomelelani, mna ndiloyisile ihlabathi.
Yabelana
Funda UYOHANE 16UYOHANE 16:33 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndinixelele ezi zinto ukuze nibe noxolo, kuba nimanyene nam. Ehlabathini niya kubandezeleka; kodwa musani ukuxhalaba, kuba mna ndiloyisile ihlabathi.”
Yabelana
Funda UYOHANE 16UYOHANE 16:33 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ezi zinto ndizithethile kuni, ukuze nibe noxolo kum. Ehlabathini niya kuba nembandezelo; kodwa yomelelani; mna ndiloyisile ihlabathi.
Yabelana
Funda UYOHANE 16