UYOHANE 16:13
UYOHANE 16:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Xa ke athe wafika yena uMoya wenyaniso, uya kunikhokelela kuyo yonke inyaniso; kuba engayi kuthetha okuphuma kuye, uya kuthetha izinto athe waziva, anibikele izinto ezizayo.
Yabelana
Funda UYOHANE 16UYOHANE 16:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Xa ke athe wafika yena uMoya wenyaniso, uya kunikhokelela kuyo yonke inyaniso. Akayi kuthetha ngegunya elilelakhe, koko uya kuthetha izinto azivileyo, anichazele izinto ezizayo.
Yabelana
Funda UYOHANE 16UYOHANE 16:13 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Xa ke athe wafika yena uMoya wenyaniso, uya kunikhokelela kuyo yonke inyaniso; uya kuthetha athe wakuva, anibikele izinto ezizayo.
Yabelana
Funda UYOHANE 16UYOHANE 16:13 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kodwa okuya afikayo yena, kwa UMOYA wenyaniso, uya kunikapela kuyo yonke inyaniso: ngokuba engayi kuteta ngokwake; koko konke asukuba ekuva, uya kuteta kona; nezinto ezizayo uya kuzishumayela kuni.
Yabelana
Funda UYOHANE 16