UYOHANE 14:17-18 - Compare All Versions
UYOHANE 14:17-18 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uMoya wenyaniso, lowo lingenako ihlabathi ukumamkela, ngokuba lingamboni, lingamazi nokumazi. Nina ke niyamazi; ngokuba uhleli nani, kanjalo uya kuba kuni. Andiyi kunishiya niziinkedama, ndiyeza kuni.
UYOHANE 14:17-18 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lo Mmeli nguMoya wenyaniso, lowo ihlabathi lingenako ukumamkela, kuba lingenako ukumbona, lingamazi nokumazi. Nina ke niyamazi, kuba uhleli nani, eya kuba ngaphakathi kuni. “Ndiyabuya; andiyi kunishiya niziinkedama.
UYOHANE 14:17-18 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kwa UMOYA wenyaniso, lowo ilizwe lingemamkele, ngokuba lingamboni, lingamazi nokumazi; kodwa nina niyamazi, ngokuba ehlala kuni, waeya kuba pakati kwenu kanjalo. Andiyi kunishiya nizinkedama; ndoza kuni.
UYOHANE 14:17-18 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
uMoya wenyaniso; lowo ihlabathi lingenako ukumamkela, ngokuba lingamboni, lingamazi nokumazi, ngokuba uhleli nani, kanjalo uya kuba kuni. Andiyi kunishiya niziinkedama; ndiyeza kuni.