UYOHANE 10:10
UYOHANE 10:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Isela alizi lingazele ukuze libe, lixhele, litshabalalise. Mna ndizele ukuze babe nobomi, babe nabo ke ngokugqithiseleyo.
Yabelana
Funda UYOHANE 10UYOHANE 10:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Isela lizele kuphela ukuba libe, lixhele, litshabalalise. Mna ndizele ukuba abantu babe nobomi, obona bupheleleyo.
Yabelana
Funda UYOHANE 10UYOHANE 10:10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Isela alizi lingazele ukuze libe, lixhele, litshabalalise. Mna ndizele ukuze babe nobomi, babe nabo ke ngokugqithiseleyo.
Yabelana
Funda UYOHANE 10