ABAGWEBI 6:11
ABAGWEBI 6:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kweza isithunywa sikaYehova, sahlala phantsi komoki• obuseOfra, kaYowashe umAbhihezere. Ke uGidiyon, unyana wakhe, wayebhula ingqolowa esixovulelweni, ukuze ayifihle kumaMidiyan.
ABAGWEBI 6:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke kaloku isithunywa sikaNdikhoyo saya kwilali yaseOfra, safika sahlala phantsi komthi wom-oki owawungokaJowashe, umfo womzi ka-Abhiyezere. Unyana wakhe uGidiyon wayebhula ingqolowa esixovulweni seediliya khon' ukuze angabonwa ngamaMidiyan.
ABAGWEBI 6:11 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Yaza ingelosi kaYehova yeza yahlala phantsi komthi wesiripine owawuseOfra, kaYowashe umMowabhi; unyana wakhe uGidiyon wayebhula ingqolowa kwisixovulelo sewayini ukuze afihle amaMidiyan.
ABAGWEBI 6:11 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kwaye kusiza ingelosi KAYEHOVA, yahlala ngapantsi kwomkoba ose‐Hofera, oka‐Yohashe, um‐Abihezere; waye u‐Gideyone unyana wake ebula inqolowa ngasesincinezelweni seveyine, ukuba ayizimeze kuma‐Midiyane.