ABAGWEBI 19:25
ABAGWEBI 19:25 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Akavuma loo madoda ukumphulaphula. Yalibamba indoda ishweshwe layo, yalikhuphela phandle kuwo; alazi, afeketha ngalo bonke ubusuku kwada kwasa; alindulula ngesifingo.
Yabelana
Funda ABAGWEBI 19ABAGWEBI 19:25 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kambe ke azivumanga ezo zibhoja. Ngoko ke umLevi lowo wakhupha loo masihlalisane wakhe, zaza ke zadlalisa ngaye zazenzela apho kuye kwada kwasa.
Yabelana
Funda ABAGWEBI 19