EKAYAKOBI 4:6-7
EKAYAKOBI 4:6-7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke úbabala kakhulu ngakumbi. Kungoko síthi, UThixo uyabachasa abanekratshi, abababale abazithobileyo. Mthobeleni ngoko uThixo. Mchaseni ke uMtyholi, wonibaleka.
Share
Funda EKAYAKOBI 4EKAYAKOBI 4:6-7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke úbabala kakhulu ngakumbi. Kungoko síthi, UThixo uyabachasa abanekratshi, abababale abazithobileyo. Mthobeleni ngoko uThixo. Mchaseni ke uMtyholi, wonibaleka.
Share
Funda EKAYAKOBI 4EKAYAKOBI 4:6-7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa ke sona isisa asinika sona uThixo singaphezulu. Zitsho neziBhalo ukuthi: “UThixo uyabachasa abanekratshi, kodwa unesisa kwabathobekileyo.” Ngoko ke zinikeleni ngokupheleleyo kuThixo. Mchaseni uSathana azokunibaleka.
Share
Funda EKAYAKOBI 4EKAYAKOBI 4:6-7 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ke ubabala kakhulu ngakumbi. Kungoko athi, uThixo uyabachasa abanekratshi, abababale abazithobileyo. Mthobeleni ngoko uThixo. Mchaseni ke uMtyholi, wonibaleka.
Share
Funda EKAYAKOBI 4