EKAYAKOBI 4:3
EKAYAKOBI 4:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Niyacela, ningamkeli noko, ngenxa enokuba nicela kakubi, ukuze oko nikuchithele iziyolo zenu.
Yabelana
Funda EKAYAKOBI 4EKAYAKOBI 4:3 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Niyacela, ningamkeli ke, ngokuba nicela kakubi, ukuze nici̔tele eziyolweni zenu.
Yabelana
Funda EKAYAKOBI 4EKAYAKOBI 4:3 IBHAYIBHILE (XHO96)
Noba sowude wathandaza ucela, awuzuzi, kuba kaloku iinjongo zakho zimbi, ufuna nje ukufezekisa iinkanuko zakho.
Yabelana
Funda EKAYAKOBI 4