EKAYAKOBI 4:14
EKAYAKOBI 4:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
kanti nina aba anikwazi kakuhle okwangomso. Kuba buyintoni na ubomi benu? Bungumphunga obonakala ixesha elincinane, uze ke uthi shwaka.
Yabelana
Funda EKAYAKOBI 4EKAYAKOBI 4:14 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
ningakwazi nje kanti okwangomso: ngokuba bunjanina ubomi benu? bukwa yiyo inkungu ebonakalela ixeshana elincinane, ize yand’ ukuti shwaka
Yabelana
Funda EKAYAKOBI 4