EKAYAKOBI 1:5
EKAYAKOBI 1:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukuba ke ubani kuni uswele ubulumko, makacele kuThixo, onika bonke engenakumbi, engangcikivi; wobunikwa.
Yabelana
Funda EKAYAKOBI 1EKAYAKOBI 1:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke ukuba kukho bani uswele ubulumko, makabucele kuThixo. UThixo onobubele nesisa kubo bonke abantu, womnika.
Yabelana
Funda EKAYAKOBI 1EKAYAKOBI 1:5 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ukuba ubani kuni uswele ubulumko, makacele kuThixo, onika bonke engenakumbi, engangcikivi; kwaye uya kuyinikwa.
Yabelana
Funda EKAYAKOBI 1