EKAYAKOBI 1:19
EKAYAKOBI 1:19 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngoko ke, bazalwana bam baziintánda, makathi umntu wonke enze msinya ukuva, enze kade ukuthetha, enze kade ukuqumba
Yabelana
Funda EKAYAKOBI 1EKAYAKOBI 1:19 IBHAYIBHILE (XHO96)
Khumbulani le nto, zihlobo zam: Wonke ubani makakhawuleze ukuva; kodwa makangakhawulezi ukuthetha, angakhawulezi nokucaphuka.
Yabelana
Funda EKAYAKOBI 1EKAYAKOBI 1:19 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngoko ke, bazalwana bam baziintanda, makathi umntu wonke enze msinya ukuva, enze kade ukuthetha, enze kade ukuqumba
Yabelana
Funda EKAYAKOBI 1