EKAYAKOBI 1:13-14
EKAYAKOBI 1:13-14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Makungabikho namnye utshoyo akùhendwa ukuthi, Ndihendwa kwaThixo; kuba uThixo akanakuhendeka kokubi, akahendi namnye ke yena. Elowo ke uhendwa akutsalwa, abanjiswe, yeyakhe inkanuko.
Yabelana
Funda EKAYAKOBI 1EKAYAKOBI 1:13-14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Makungabikho mntu uthi ulukuhlwe nguThixo xa ahendwayo. UThixo akoyiswa bububi kaloku; yaye akalingi mntu yena. Isilingo sivela ngokuthi umntu alukuhlwe yiminqweno yakhe egwenxa.
Yabelana
Funda EKAYAKOBI 1EKAYAKOBI 1:13-14 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Makungabikho namnye utshoyo akuhendwa ukuthi, Ndihendwa kwaThixo; Elowo ke uhendwa akutsalwa, abanjiswe, yeyakhe inkanuko.
Yabelana
Funda EKAYAKOBI 1EKAYAKOBI 1:13-14 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Makangatsho umntu akuzingwa ukuti: Ndizingwa NGUTIXO: ngokuba UTIXO engazingeki kokukohlakeleyo; kanjalo yena ngokwake akazingi mntu. Kodwa umntu uyazingwa, akuti akukuliswe yeyake inkanuko, ahendwe.
Yabelana
Funda EKAYAKOBI 1