UISAYA 54:17
UISAYA 54:17 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nezo zixhobo zixonxwe ngenxa yakho soze zikutshabalalise, uya kumphendula nabani na okumangalelayo. Lilo ke elo ilifa lezicaka zikaNdikhoyo; ewe, mna ndozithi jize ngoloyiso.” Etshilo nje ke uNdikhoyo utshilo!
Yabelana
Funda UISAYA 54UISAYA 54:17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Zonke izixhobo ezikhandelwa ukulwa nawe aziyi kuba nampumelelo; zonke iilwimi ezimelene nawe ematyaleni ùya kuzigweba. Lilo eli ilifa labakhonzi bakaYehova, nobulungisa babo obuphuma kum; utsho uYehova.
Yabelana
Funda UISAYA 54UISAYA 54:17 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Akukho nto iya kwenziwa kuwe ayiyi kuphumelela; kwaye zonke iilwimi ziya kusukuma phezu kwakho kwaye zibagwebe. Lilo eli ilifa labakhonzi bakaYehova, nobulungisa babo buphuma kum, utsho uYehova.
Yabelana
Funda UISAYA 54