UISAYA 54:13
UISAYA 54:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Bonke abantwana bakho baya kuba ngabafundi bakaYehova, lube lukhulu uxolo lwabantwana bakho.
Yabelana
Funda UISAYA 54UISAYA 54:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Oonyana bakho baya kufundiswa *nguNdikhoyo, ikamva labo ndilithi jize ngenkqubela noxolo.
Yabelana
Funda UISAYA 54