UISAYA 51:3
UISAYA 51:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokuba uYehova uyithuthuzele iZiyon, uwathuthuzele onke amanxuwa ayo, wayenza intlango yayo yanjenge-Eden, nenkqantosi yayo yanjengomyezo kaYehova; kufumaneka imihlali nemivuyo kuyo, imibulelo nezwi lohadi.
UISAYA 51:3 IBHAYIBHILE (XHO96)
Inene uNdikhoyo woyithuthuzela iZiyon, akhathazeke ngenxa yamabhodlo ayo. Elibharhileyo wolijika libe ngumyezo, nentlango ibe njengomyezo waseIdeni, khona kulawule uvuyo nemincili, ibe yintsholo yengoma yokudumisa.
UISAYA 51:3 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngokuba uYehova uya kuyithuthuzela iZiyon, uwathuthuzele onke amanxuwa ayo; uya kuliguqula ilizwe lakhe libe njenge-Eden, nelizwe layo libe njengomyezo kaYehova; Kuya kufunyanwa imihlali nemivuyo kuyo, imibulelo nezwi lendumiso.
UISAYA 51:3 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba UYEHOVA eya kuba nenceba pezu kwe‐Ziyone; woba nenceba pezu kwazo zonke indawo zayo ezicitakeleyo; waeya kwenza intlango yayo njengayo i‐Hedeni, nobala lwayo njengomyezo KAYEHOVA; umgcobo novuyo luya kufunyanwa kuyo, umbulelo nelizwi lokucula.