UISAYA 47:14
UISAYA 47:14 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Bona ke, boba njengendiza; umlilo wobatshisa; abayi kuzikulula emandleni elangatye; akuyi kubako ilahle lokuba kufudunyezwe, nomlilo wokuba kuhlalwe pambi kwawo.
Yabelana
Funda UISAYA 47UISAYA 47:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yabona, basuke baba njengeendiza; umlilo ubatshisile; abanakuwuhlangula umphefumlo wabo emandleni elangatye; akukho lahle lakuzifudumeza, akukho mlilo kungahlalwa phambi kwawo.
Yabelana
Funda UISAYA 47UISAYA 47:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Bona baza kufana nemvuthuluka yengca, kuze kuthi gqi umlilo ubatshise. Sobe babe nako nokuzihlangula; amadangatye onqanqaza batsho bathi shuu! Kaloku lowo asinguwo umlilo wokothiwa.
Yabelana
Funda UISAYA 47