UISAYA 2:2
UISAYA 2:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke kaloku kuya kuthi ekupheleni kwemihla, intaba yendlu kaYehova ivelele ezincotsheni zazo iintaba, izongamele iinduli, zibe ngumsinga ukuya kuyo zonke iintlanga.
Yabelana
Funda UISAYA 2UISAYA 2:2 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke kaloku ngemihla yokugqibela intaba emi kuyo indlu *kaNdikhoyo iya kuba yeyona ibalaseleyo, izikrobele zonke iinduli; nezizwe zonke ziya kugxalathelana ukuya kuyo.
Yabelana
Funda UISAYA 2