Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KUMAHEBHERE 8:8

KUMAHEBHERE 8:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kuba uthi kubo, esola, Yabona, kuza imihla, itsho iNkosi, Endiya kuzalisekisa phezu kwendlu kaSirayeli, naphezu kwendlu kaYuda, umnqophiso omtsha

Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 8

KUMAHEBHERE 8:8 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kodwa ke uThixo uyabagxeka; uthi: “ ‘Kuza imihla,’ itsho iNkosi, ‘apho ndiya kwenza umnqophiso omtsha namaSirayeli kunye nabantu bakwaJuda.

Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 8

KUMAHEBHERE 8:8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kuba uthi, esola, Yabona, kuza imihla, itsho iNkosi, endiya kwenza umnqophiso omtsha nendlu kaSirayeli, nendlu kaYuda

Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 8

KUMAHEBHERE 8:8 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba elweya nje lona esiti kubo: Bona ke, imihla iyeza, utsho UYEHOVA, nxa ndiya kwenzela indlu ka‐Sirayeli nendlu ka‐Juda ucebano olutsha

Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 8
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo