KUMAHEBHERE 8:11
KUMAHEBHERE 8:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kanjalo abayi kukha bafundise elowo ummelwane wakhe, Elowo umzalwana wakhe, esithi, Yazi iNkosi; Ngokuba baya kundazi bonke, Bethabathela komncinane wabo, base komkhulu wabo.
Share
Funda KUMAHEBHERE 8KUMAHEBHERE 8:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Abayi kuba safundisana ngam elowo umntakwabo, elowo ummelwane wakhe, besithi: “Yazini iNkosi;” kuba bonke baya kundazi ukususela koyena mncinane kuse koyena mkhulu.
Share
Funda KUMAHEBHERE 8