KUMAHEBHERE 6:18
KUMAHEBHERE 6:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
ukuze kuthi, ngezinto ezimbini ezingenakuguquleka, angenako ukuxoka ngazo uThixo, sithi thina, bàsindileyo, sàbamba ithemba elibekwe phambi kwethu, síbe novuselelo olunamandla
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 6KUMAHEBHERE 6:18 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nâzo ke izinto ezimbini ezingenakujikwa – isifungo nesithembiso – ibe ke noThixo akanakuxoka. Ngoko ke thina basindileyo siyakhuthazwa ukuba sibambelele nkqi kweli themba liphambi kwethu.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 6