KUMAHEBHERE 13:5
KUMAHEBHERE 13:5 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Iihambo zenu mazingabi nankanuko; yanelani zizinto eninazo; kuba etshilo ukuthi, Andiyi kukha ndikushiye, ndingayi kukushiya
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 13KUMAHEBHERE 13:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Isimilo senu masibe sesingathandi mali, yanelani zizinto eninazo; kuba etshilo yena ukuthi, Andiyi kukha ndikuyekele; wabuya wathi, Andiyi kukha ndikushiye
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 13KUMAHEBHERE 13:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Musani ukuba ngamathandamali. Yanelani yinto eninayo. Kaloku uThixo uthi: “Andiyi kukuyekela; ndingayi kukufulathela.”
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 13