KUMAHEBHERE 12:10
KUMAHEBHERE 12:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba bona okunene basiqeqesha imihla embalwa, ngokokuzithandela kwabo, kodwa yena usiqeqeshela okusilungeleyo, ukuze sahlulelane ngobungcwele bakhe.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 12KUMAHEBHERE 12:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ootata bethu bona babesiqeqesha kangangoko, kodwa lilifutshane ixesha labo. Kambe ke yena uThixo, esiqeqesha nje, usilungiselela ukuba sibuxhamle ubungcwele bakhe.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 12