KUMAHEBHERE 11:6
KUMAHEBHERE 11:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke, lungekho ukholo, akunakubakho ukumkholisa kakuhle; kuba lowo uzayo kuThixo, umelwe kukukholwa ukuba ukho, nokuba ungumvuzi wabo bamfunayo.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 11KUMAHEBHERE 11:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Lungekho ke ukholo akukho ukumkholisa uThixo. Kaloku wonke ubani ozayo kuye kufuneka akholwe ukuba ukho uThixo, yaye uyabavuza abo bamlangazelelayo.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 11KUMAHEBHERE 11:6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ke, lungekho ukholo, akunakubakho ukumkholisa kakuhle; kuba lowo uzayo kuThixo, umelwe kukukholwa ukuba ukho, nokuba ungumvuzi wabo bamfunayo.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 11