KUMAHEBHERE 11:5
KUMAHEBHERE 11:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokholo uEnoki wafuduselwa emazulwini ukuba angaboni kufa; akaba nakufunyanwa ke, ngenxa enokuba uThixo wamfudusayo; kuba ngaphambi kokufuduswa kwakhe, wangqinelwa ukuba umkholise kakuhle uThixo.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 11KUMAHEBHERE 11:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngokholo uInoki wathwetyulwa engakhange afe. *IziBhalo zithi: “Akazange aziwe bani apho akhoyo, kuba wayethathwe nguThixo.” Futhi ziyangqina iziBhalo ukuba uInoki wamkholisa uThixo ngaphambi kokuba athathwe.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 11