KUMAHEBHERE 11:11
KUMAHEBHERE 11:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokholo noSara ngokwakhe wamkela amandla okumisa umzi, waza wazala, liseligqithile ixesha lokuba amithe, ekubeni wambalela ekuthini uthembekile lowo wabekayo ngedinga.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 11KUMAHEBHERE 11:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngokholo nkqu noSara owayengazali, naxa wayeselegugile nje, wafumana amandla, wakhawula, kuba wathemba ukuba uThixo lo uthembisileyo wosigcina isithembiso sakhe.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 11