KUMAHEBHERE 11:1-2
KUMAHEBHERE 11:1-2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukholo ke kukukholosa ngezinto ezithenjiweyo; kukweyiseka bubukho bezinto ezingabonwayo. Kuba amanyange ángqinelwa ngokuba nalo olo.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 11KUMAHEBHERE 11:1-2 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ukukholwa ke kukuqiniseka ngezinto esinethemba lazo; kukwakukuqiniseka nangobukho bezinto esingaziboniyo. Abantu bamandulo bagqwesa ngenxa yokuthembela kwabo kuThixo.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 11KUMAHEBHERE 11:1-2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ukholo ke kukukholosa ngezinto ezithenjiweyo; kukweyiseka bubukho bezinto ezingabonwayo. Kuba amanyange angqinelwa ngokuba nalo.
Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 11