IGENESIS 5:24
IGENESIS 5:24 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
UEnoki wahamba noThixo; akabakho, ngokuba uThixo wamthabatha.
Yabelana
Funda IGENESIS 5IGENESIS 5:24 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wayesoloko enobudlelane noThixo ngalo lonke elo xesha. Kamva ke wathi shwaka akaziwa apho akhoyo, kuba wayethathwe nguThixo.
Yabelana
Funda IGENESIS 5