IGENESIS 4:7
IGENESIS 4:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukuba uthe walungisa, abuyi kuswabuluka ubuso yini na? Ukuba uthe akwalungisa, isono sibúthumile ngasesangweni, singxamele wena; ke wena, sílawule.
Yabelana
Funda IGENESIS 4IGENESIS 4:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ukuba ubulungisile, ngewamkelekile; kodwa ke, kuba wenze ububi, isono sesikungxangele emnyango. Isono sifuna ukukulawula, kodwa uze usilwe usoyise.”
Yabelana
Funda IGENESIS 4