IGENESIS 4:26
IGENESIS 4:26 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
USete naye wazalelwa unyana, wathi igama lakhe nguEnoshe. Kwaqalwa oko ukunqulwa igama likaYehova.
Yabelana
Funda IGENESIS 4IGENESIS 4:26 IBHAYIBHILE (XHO96)
USeti wazala unyana, wathi nguEnoshe. Baqala ngoko ke abantu ukunqula igama *likaNdikhoyo.
Yabelana
Funda IGENESIS 4