IGENESIS 4:23
IGENESIS 4:23 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uLameki kubafazi bakhe, Ada noZila, liveni ilizwi lam! Bafazi bakaLameki, phulaphulani intetho yam! Sendibulele indoda ngenxa yenxeba lam, Nendodana ngenxa yomvumbo wam
Yabelana
Funda IGENESIS 4IGENESIS 4:23 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wathi uLameki kubafazi bakhe: “Ada noZila, khanive bethu; bafazi bakaLameki, bekani iindlebe. Ndombulala umntu ondibethayo, umfana ondenzakalisayo.
Yabelana
Funda IGENESIS 4IGENESIS 4:23 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wathi uLameki kubafazi bakhe, Ada noSila, liveni ilizwi lam; Zintombi zikaLameki, liveni ilizwi lam, ngokuba ndibulele indoda ngenxeba, nomfana ngomvandedwa.
Yabelana
Funda IGENESIS 4IGENESIS 4:23 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Wayesiti u‐Lameki kubafazi bake: Hada no‐Tsila! pulapulani ilizwi lam; nina bafazi baka‐Lameki! bekelani ukuteta kwam indlebe; ngokuba indoda ndiyibulele ngenxa yenxeba lam, nendodana ngenxa yomvimbo wam
Yabelana
Funda IGENESIS 4