IGENESIS 4:15
IGENESIS 4:15 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Wandul’ ukuti UYEHOVA kuye: Ngako oko osukuba ebulala u‐Kayine, kwopindezelwa kuye ngokusixe̔nxe. Waye UYEHOVA wambekela u‐Kayine umqondiso, wokokuba ati osukuba emfumana angambulali.
Yabelana
Funda IGENESIS 4IGENESIS 4:15 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uYehova kuye, Xa kunjalo, bonke ababulala uKayin kophindezelwa kubo kasixhenxe. UYehova wammisela uKayin umqondiso, ukuze bonke abamfumanayo bangamsiki.
Yabelana
Funda IGENESIS 4