IGENESIS 32:28
IGENESIS 32:28 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yathi, Igama lakho akusayi kuba sathiwa nguYakobi; kuya kuthiwa unguSirayeli,• ngokuba ulwe noThixo nabantu, weyisa.
Yabelana
Funda IGENESIS 32IGENESIS 32:28 IBHAYIBHILE (XHO96)
Uthe ke loo mntu: “Akusokubuya kuthiwe unguYakobi, kuba kaloku wena ujijisene noThixo kwakunye nabantu, waphumelela. Ngoko ke kuya kuthiwa unguSirayeli igama lakho. ”
Yabelana
Funda IGENESIS 32