IGENESIS 3:6
IGENESIS 3:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wabona umfazi ukuba umthi ulungele ukudliwa, nokuba uyakhanukeka emehlweni, ingumthi onqwenelekela ukuqiqisa, wathabatha eziqhameni zawo, wadla; wanika nendoda yakhe inaye, yadla.
Yabelana
Funda IGENESIS 3IGENESIS 3:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Watsho waqonda umfazi ukuba singamnandi eso siqhamo: siyanqweneleka, yaye sifanele ukunika ulwazi. Wakha, watya; wanika nomyeni wakhe owayekho, naye watya.
Yabelana
Funda IGENESIS 3IGENESIS 3:6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wabona umfazi ukuba umthi ulungele ukudliwa, uyawakholisa amehlo, nokuba umthi onqwenelekayo ebubulumko, wathabatha isiqhamo sawo, wadla, wanika indoda yakhe; wadla.
Yabelana
Funda IGENESIS 3IGENESIS 3:6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Wati akubona umfazi ukuba umti lowo umnandi ukutyiwa, nokuba utandeka emehlweni, kwa umti onokukanukwa ukulumkisa, wandula watabata kwisiqa̔mo sawo, watya ke; wanika nendoda yake kunye naye, eyatya nayo.
Yabelana
Funda IGENESIS 3