IGENESIS 3:24
IGENESIS 3:24 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wamgxotha ke umntu; wamisa ngasempumalanga kuwo umyezo we-Eden iikerubhi,• nelangatye lekrele elijikajikayo lokugcina indlela eya emthini wobomi.
Yabelana
Funda IGENESIS 3IGENESIS 3:24 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kwicala elingasempumalanga lomyezo uThixo wabeka *izithunywa ezimaphiko nekrele elidangazelayo, elijika-jika lijonge kwiimbombo zonke. Zazilinde ukuba kungabikho bani usondelayo kumthi wobomi.
Yabelana
Funda IGENESIS 3