IGENESIS 26:22
IGENESIS 26:22 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wesuka khona wemba elinye iqula; àbabambananga ngalo, wathi igama lalo yiRehobhoti.• Wathi, Inene, ngoku uYehova usenzele indawo ebanzi, ukuze siqhame ezweni apha.
Yabelana
Funda IGENESIS 26IGENESIS 26:22 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wemka apho, wemba omnye umthombo kwenye indawo ephangaleleyo. Akubangakho mbambano ngalowo, uthe ke ukuwubiza nguPhangalele. Wathi: “Ngoku uNdikhoyo usinike indawo ephangaleleyo. Siza kuba nenkqubela apha.”
Yabelana
Funda IGENESIS 26