IGENESIS 21:6
IGENESIS 21:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uSara, Úndihlekisile uThixo; bonke abakuvayo oku baya kuhleka nam.
Yabelana
Funda IGENESIS 21IGENESIS 21:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wada wathi uSara: “UThixo undenze ndakwazi ukuhleka, yaye wonke ubani oyivayo le nto wohleka kunye nam.”
Yabelana
Funda IGENESIS 21