IGENESIS 2:3
IGENESIS 2:3 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Waza UTIXO watamsanqela owesixe̔nxe umhla, wawenza ngcwele; ngokokuba ebete ngawo wapumla kuwo wonke umsebenzi wake abewudalile UTIXO wawenza.
Yabelana
Funda IGENESIS 2IGENESIS 2:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wawusikelela uThixo umhla wesixhenxe, wawungcwalisa; ngokuba waphumla ngawo kuwo wonke umsebenzi wakhe awawudalayo uThixo, wawenza.
Yabelana
Funda IGENESIS 2