IGENESIS 2:23
IGENESIS 2:23 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uAdam, Eli ke ngoku lithambo lasemathanjeni am, yinyama yasenyameni yam; lo yena ukubizwa kothiwa ngumfazi, ngokuba ethatyathwe endodeni.
Yabelana
Funda IGENESIS 2IGENESIS 2:23 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ithe ke indoda: “Nanku ke oyena-yena! Lithambo lamathambo am, nenyama yeenyama zam. Kuya kuthiwa ngumfazi, kuba uthathwe kumfo.”
Yabelana
Funda IGENESIS 2