IGENESIS 2:18
IGENESIS 2:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uYehova uThixo, Akulungile ukuba umntu abe yedwa; ndiya kumenzela umncedi onguwabo.
Yabelana
Funda IGENESIS 2IGENESIS 2:18 IBHAYIBHILE (XHO96)
Uthe ke uNdikhoyo uThixo emva koko: “Akukuhle ukuba le ndoda ihlale ililolo. Kuhle ndiyenzele umlingane onokuncedisana nayo.”
Yabelana
Funda IGENESIS 2