IGENESIS 19:17
IGENESIS 19:17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Akuba emkhuphele phandle, athi, Zisindise ngenxa yomphefumlo wakho. Musa ukubheka emva kwakho, musa ukuma kuwo wonke lo mmandla; zisindise ngokuya entabeni, hleze ubhebhethwe.
Yabelana
Funda IGENESIS 19IGENESIS 19:17 IBHAYIBHILE (XHO96)
Bakuba bengaphandle kwedolophu, esinye isithunywa sathi: “Balekani ukuze nisinde. Ze ningakhangeli ngasemva, ningemi nokuma phaya entilini. Balekelani phaya endulini, kungenjalo nani nakutshabalala.”
Yabelana
Funda IGENESIS 19IGENESIS 19:17 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ebakhuphele phandle, wathi, Balekani, uwusindise umphefumlo wenu; musani ukubheka emva, musani ukuma ethafeni lonke; sabelani entabeni, hleze nitshabalale.
Yabelana
Funda IGENESIS 19IGENESIS 19:17 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kwaza kwati, xeshekweni abebapumisele ngapandle kwesixeko, wati: Zisindise ngenxa yobomi bako; ungabeki ngasemva kwako, ungahlali nokuhlala kulo lonke itafa; sindela entabeni, ukuze ungabujiswa.
Yabelana
Funda IGENESIS 19