IGENESIS 15:5
IGENESIS 15:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wamsa phandle, wathi, Khawubheke phezulu ezulwini, uzibale iinkwenkwezi, ukuba unokuzibala; wathi kuye, Iya kuba njalo ke imbewu yakho.
Yabelana
Funda IGENESIS 15IGENESIS 15:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
UNdikhoyo wamkhuphela ngaphandle kwendlu uAbram, wathi: “Khangela esibhakabhakeni, uzibale iinkwenkwezi ezilapho, ukuba ungaba nako. Boba baninzi kangako abazukulwana bakho.”
Yabelana
Funda IGENESIS 15